Wamez' u Ezekiya
Ethi mathambo
Mathambo hlanganiWamez' u Ezekiy
aEthi mathambo
Mathambo hlanganiUmoya we Nkosi
Wathat' uEzekiya
Wam'beka entabeni
Umoya we Nkosi
Wathat' u Ezekiya
Wam'beka entabeniKuleyo ndawo
Kukhona mathambo
Mathambo omileyoKuleyo ndawo
Kukhona mathambo
Mathambo omileyoWamez' u Ezekiya
Ethi mathambo
Mathambo hlanganiWamez' u Ezekiya
Ethi mathambo
Mathambo hlangan(Humming....)
Wamez' u Ezekiya
Ethi mathambo
Mathambo hlanganiWamez' u Ezekiya
Ethi mathambo
Mathambo hlangani